Igolide

Igolide inugget, igama elinikwa iqhekeza legolide elifumaneka ngokwendalo. kodwa le igolide eyinugget inkulu.

Igolide sisimbiwa'' esithambileyo, esinobunzima, nesimenyezelayo. Isetyenziswe ngabantu amawaka-ngamawaka eminyaka kwihlabathi lonke jikelele, ukwenza ijewelary, ukuhombisa, nokwenza imali. igolide yayibalulekile kuba yayinqongophele, kananjalo kulula ukuyisebenzisa xa kuthelekiswa nezinye izimbiwa. Ikwasetyenziselwa ukungciba amazinyo nakwizixhobo zeentambo zombane ezifana neecomputer. umbala wale metali nawo kuthiwa golide.

Iindlela ekwembiwa ngayo igolide ifana nqwa naleyo kwembiwa ngayo ezinye izimbiwa. Ixabiseke kakhulu igolide kangangokuba ukufunyaniswa kwendawo entsha yesi simbiwa ide yenze ngamanye amaxesha ugxabhagxabhiso ekuthiwa yi''gold rush''


© MMXXIII Rich X Search. We shall prevail. All rights reserved. Rich X Search